2 Kronike 36:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 ukuzalisekisa ilizwi likaYehova ngomlomo kaYeremiya,+ de ilizwe lahlawula iisabatha zalo.+ Yonke imihla yokuphanza kwalo lagcina isabatha, ukuzalisekisa iminyaka engamashumi asixhenxe.+ Daniyeli 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 mna, Daniyeli, ndakufunda ezincwadini oko wakuthethayo uYehova kuYeremiya umprofeti,+ ndaza ndakuqonda ukuzaliseka kwenani leminyaka yokuphanziswa kweYerusalem,+ oko kukuthi, iminyaka engamashumi asixhenxe.+ Zekariya 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko yaphendula ingelosi kaYehova yaza yathi: “Owu Yehova wemikhosi, kuya kude kube nini na ungayenzeli nceba iYerusalem nezixeko zakwaYuda,+ ezo uziqalekisileyo le minyaka imashumi asixhenxe?”+ Zekariya 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Thetha kubo bonke abantu belizwe nakubo ababingeleli uthi, ‘Ekuzileni kwenu ukutya+ nasekulileni ngenyanga yesihlanu nangenyanga yesixhenxe,+ le minyaka ingamashumi asixhenxe,+ ngaba ngokwenene nanizilela mna na, mna kanye na?+
21 ukuzalisekisa ilizwi likaYehova ngomlomo kaYeremiya,+ de ilizwe lahlawula iisabatha zalo.+ Yonke imihla yokuphanza kwalo lagcina isabatha, ukuzalisekisa iminyaka engamashumi asixhenxe.+
2 mna, Daniyeli, ndakufunda ezincwadini oko wakuthethayo uYehova kuYeremiya umprofeti,+ ndaza ndakuqonda ukuzaliseka kwenani leminyaka yokuphanziswa kweYerusalem,+ oko kukuthi, iminyaka engamashumi asixhenxe.+
12 Ngoko yaphendula ingelosi kaYehova yaza yathi: “Owu Yehova wemikhosi, kuya kude kube nini na ungayenzeli nceba iYerusalem nezixeko zakwaYuda,+ ezo uziqalekisileyo le minyaka imashumi asixhenxe?”+
5 “Thetha kubo bonke abantu belizwe nakubo ababingeleli uthi, ‘Ekuzileni kwenu ukutya+ nasekulileni ngenyanga yesihlanu nangenyanga yesixhenxe,+ le minyaka ingamashumi asixhenxe,+ ngaba ngokwenene nanizilela mna na, mna kanye na?+