Yeremiya 25:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Neli lizwe lonke limele libe yindawo ephanzileyo, into yokukhwankqiswa, nezi ntlanga ziya kumkhonza ukumkani waseBhabhiloni iminyaka engamashumi asixhenxe.”’+ Yeremiya 29:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Kuba utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngokuvisisana nokuzaliseka kweminyaka engamashumi asixhenxe eBhabhiloni ndiya kuphethulela ingqalelo yam kuni,+ kwaye ndiya kulimisela kuni ilizwi lam elilungileyo ngokunibuyisela kule ndawo.’+ Zekariya 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Thetha kubo bonke abantu belizwe nakubo ababingeleli uthi, ‘Ekuzileni kwenu ukutya+ nasekulileni ngenyanga yesihlanu nangenyanga yesixhenxe,+ le minyaka ingamashumi asixhenxe,+ ngaba ngokwenene nanizilela mna na, mna kanye na?+
11 Neli lizwe lonke limele libe yindawo ephanzileyo, into yokukhwankqiswa, nezi ntlanga ziya kumkhonza ukumkani waseBhabhiloni iminyaka engamashumi asixhenxe.”’+
10 “Kuba utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngokuvisisana nokuzaliseka kweminyaka engamashumi asixhenxe eBhabhiloni ndiya kuphethulela ingqalelo yam kuni,+ kwaye ndiya kulimisela kuni ilizwi lam elilungileyo ngokunibuyisela kule ndawo.’+
5 “Thetha kubo bonke abantu belizwe nakubo ababingeleli uthi, ‘Ekuzileni kwenu ukutya+ nasekulileni ngenyanga yesihlanu nangenyanga yesixhenxe,+ le minyaka ingamashumi asixhenxe,+ ngaba ngokwenene nanizilela mna na, mna kanye na?+