Yeremiya 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Khawubone, ndikumisele ngale mini ukuba ube phezu kweentlanga naphezu kwezikumkani,+ ukuze uncothule nokuze udilize nokuze utshabalalise nokuze uchithe,+ ukuze wakhe nokuze utyale.”+ Yeremiya 27:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye umele uzithumele kukumkani wakwaEdom+ nakukumkani wakwaMowabhi+ nakukumkani woonyana baka-Amoni+ nakukumkani waseTire+ nakukumkani wakwaSidon+ ngesandla sabathunywa abeza eYerusalem kuZedekiya ukumkani wakwaYuda. Yeremiya 51:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 IBhabhiloni ibiyindebe yegolide esandleni sikaYehova,+ yona ibisenza wonke umhlaba unxile.+ Iintlanga zisele iwayini yayo.+ Kungenxa yoko le nto iintlanga ziqhubeka zinempambano.+
10 Khawubone, ndikumisele ngale mini ukuba ube phezu kweentlanga naphezu kwezikumkani,+ ukuze uncothule nokuze udilize nokuze utshabalalise nokuze uchithe,+ ukuze wakhe nokuze utyale.”+
3 Yaye umele uzithumele kukumkani wakwaEdom+ nakukumkani wakwaMowabhi+ nakukumkani woonyana baka-Amoni+ nakukumkani waseTire+ nakukumkani wakwaSidon+ ngesandla sabathunywa abeza eYerusalem kuZedekiya ukumkani wakwaYuda.
7 IBhabhiloni ibiyindebe yegolide esandleni sikaYehova,+ yona ibisenza wonke umhlaba unxile.+ Iintlanga zisele iwayini yayo.+ Kungenxa yoko le nto iintlanga ziqhubeka zinempambano.+