2 Kumkani 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke yena uMesha+ ukumkani wakwaMowabhi, waba ngumfuyi weegusha, yaye wahlawula ukumkani wakwaSirayeli ikhulu lamawaka eemvana nekhulu lamawaka eenkunzi zezimvu ezingachetywanga. Yeremiya 48:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 NgoMowabhi+ utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi:+ “Yeha iNebho,+ kuba iphangiwe! IKiriyatayim+ ihlazisiwe, ithinjiwe. Indawo ephakamileyo enqabisekileyo ihlazisiwe yaye inkwantyisiwe.+ Hezekile 25:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uMowabhi+ noSehire+ bethe: “Khangela! Indlu kaYuda injengazo zonke ezinye iintlanga,”+ Amosi 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu kukaMowabhi,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokutshisa kwakhe amathambo okumkani wakwaEdom aba yikalika.+
4 Ke yena uMesha+ ukumkani wakwaMowabhi, waba ngumfuyi weegusha, yaye wahlawula ukumkani wakwaSirayeli ikhulu lamawaka eemvana nekhulu lamawaka eenkunzi zezimvu ezingachetywanga.
48 NgoMowabhi+ utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi:+ “Yeha iNebho,+ kuba iphangiwe! IKiriyatayim+ ihlazisiwe, ithinjiwe. Indawo ephakamileyo enqabisekileyo ihlazisiwe yaye inkwantyisiwe.+
8 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uMowabhi+ noSehire+ bethe: “Khangela! Indlu kaYuda injengazo zonke ezinye iintlanga,”+
2 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu kukaMowabhi,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokutshisa kwakhe amathambo okumkani wakwaEdom aba yikalika.+