Isaya 23:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Nasi isibhengezo seTire:+ Bhombolozani, nina zinqanawa zaseTarshishe!+ kuba iphangiwe ekubeni lizibuko, ekubeni yindawo ekungenwa kuyo.+ Bakutyhilelwe kuvela kwilizwe laseKitim.+ Yeremiya 47:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ngenxa yemini leyo izayo ukuza kuphanga onke amaFilisti,+ kunqunyulwe eTire+ naseSidon+ wonke osindileyo obencedisa.+ Kuba uYehova uyawaphanga amaFilisti,+ aseleyo kwisiqithi saseKafetori.+ Hezekile 26:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Yabona, ndinxamnye nawe, Tire, yaye ndiza kukunyusela iintlanga ezininzi,+ kanye njengoko ulwandle lunyusa amaza alo.+ Amosi 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ndiza kuthumela umlilo kudonga lwaseTire, yaye umele uziqwenge iinqaba zayo zokuhlala.’+ Zekariya 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ITire yazakhela ungqameko, yazifumbela isilivere njengothuli negolide njengodaka olusezitratweni.+
23 Nasi isibhengezo seTire:+ Bhombolozani, nina zinqanawa zaseTarshishe!+ kuba iphangiwe ekubeni lizibuko, ekubeni yindawo ekungenwa kuyo.+ Bakutyhilelwe kuvela kwilizwe laseKitim.+
4 ngenxa yemini leyo izayo ukuza kuphanga onke amaFilisti,+ kunqunyulwe eTire+ naseSidon+ wonke osindileyo obencedisa.+ Kuba uYehova uyawaphanga amaFilisti,+ aseleyo kwisiqithi saseKafetori.+
3 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Yabona, ndinxamnye nawe, Tire, yaye ndiza kukunyusela iintlanga ezininzi,+ kanye njengoko ulwandle lunyusa amaza alo.+