1 Kumkani 19:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye woyika. Ngenxa yoko waphakama waza wahamba ngenxa yomphefumlo wakhe,+ wafika eBher-shebha,+ yakwaYuda.+ Waza washiya umlindi wakhe apho ngasemva. IMizekeliso 29:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ukungcangcazela ngumntu kubeka umgibe,+ kodwa okholosa ngoYehova uya kukhuselwa.+ Mateyu 10:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kwaye ningaboyiki+ abo babulala umzimba kodwa bengenako ukubulala umphefumlo; kodwa kunoko yoyikani lowo+ unako ukutshabalalisa kokubini umphefumlo nomzimba eGehena.+
3 Yaye woyika. Ngenxa yoko waphakama waza wahamba ngenxa yomphefumlo wakhe,+ wafika eBher-shebha,+ yakwaYuda.+ Waza washiya umlindi wakhe apho ngasemva.
28 Kwaye ningaboyiki+ abo babulala umzimba kodwa bengenako ukubulala umphefumlo; kodwa kunoko yoyikani lowo+ unako ukutshabalalisa kokubini umphefumlo nomzimba eGehena.+