Eksodus 32:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko ke ndiyeke, uvuthe umsindo wam kuso ndize ndisitshabalalise,+ ndenze wena uhlanga olukhulu.”+ Yeremiya 11:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Wena ke, musa ukusithandazela esi sizwana, yaye musa ukusiphakamisela isikhalo sokubongoza okanye umthandazo,+ kuba ndiya kube ndingaphulaphulanga ngexesha lokumemeza kwaso kum ngokubhekisele kwintlekele yaso.+ Yeremiya 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Waza uYehova wathi kum: “Musa ukusithandazela esi sizwana ukuba kusilungele.+
10 Ngoko ke ndiyeke, uvuthe umsindo wam kuso ndize ndisitshabalalise,+ ndenze wena uhlanga olukhulu.”+
14 “Wena ke, musa ukusithandazela esi sizwana, yaye musa ukusiphakamisela isikhalo sokubongoza okanye umthandazo,+ kuba ndiya kube ndingaphulaphulanga ngexesha lokumemeza kwaso kum ngokubhekisele kwintlekele yaso.+