IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 30:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Woyalusa intliziyo yakho+ uYehova uThixo wakho nentliziyo yenzala yakho,+ ukuze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke ngenxa yobomi bakho.+

  • Yeremiya 31:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 “Kuba nguwo lo umnqophiso+ endiya kuwenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla,”+ utsho uYehova. “Ndiza kuwufaka umthetho wam ngaphakathi kubo,+ ndize ndiwubhale entliziyweni yabo.+ Kwaye ndiza kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+

  • Hezekile 11:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ndiza kubanika intliziyo enye,+ ndibeke umoya omtsha ngaphakathi kwabo;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyishenxisa intliziyo yelitye enyameni yabo+ ndize ndibanike intliziyo yenyama,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share