IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 17:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 yaye uYehova waqhubeka emlumkisa+ uSirayeli+ noYuda+ ngabo bonke abaprofeti bakhe+ nangazo zonke iimboni zakhe,+ esithi: “Buyani ezindleleni zenu ezimbi+ nize nigcine imiyalelo yam,+ imimiselo yam,+ ngokuvisisana nawo wonke umthetho+ endayalela ngawo ookhokho benu+ nendanithumelela wona ngabakhonzi bam abaprofeti”;+

  • Yeremiya 7:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ke kaloku ngenxa yokuba niqhubeka nisenza yonke le misebenzi,’ utsho uYehova, ‘yaye ndimana ndithetha kuni,+ ndivuka ekuseni ndize ndithethe, kodwa anaphulaphula,+ kwaye ndahlala ndibiza kuni, kodwa anaphendula,+

  • Yeremiya 11:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kuba ndabaluleka ngokunzulu ookhokho benu ngemini yokubakhupha kwam kwilizwe laseYiputa+ kude kuse kule mini, ndivuka ekuseni, ndibaluleka, ndisithi: “Thobelani ilizwi lam.”+

  • Yeremiya 25:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Ukususela kunyaka weshumi elinesithathu kaYosiya+ unyana ka-Amon, ukumkani wakwaYuda, kude kuse kule mini, le minyaka ingamashumi amabini anesithathu ilizwi likaYehova lifikile kum, kwaye ndahlala ndilithetha kuni, ndivuka ekuseni ndize ndithethe, kodwa aniphulaphulanga.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share