Yeremiya 27:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “‘Kuba andibathumanga,’ utsho uYehova, ‘kodwa baprofeta egameni lam ngobuxoki, ukuze ndinisasaze,+ yaye niya kutshabalala,+ nina nabaprofeti abaniprofetelayo.’”+
15 “‘Kuba andibathumanga,’ utsho uYehova, ‘kodwa baprofeta egameni lam ngobuxoki, ukuze ndinisasaze,+ yaye niya kutshabalala,+ nina nabaprofeti abaniprofetelayo.’”+