IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 22:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ke kaloku uYehova ubeke umoya wenkohliso emlonyeni wabo bonke aba baprofeti bakho;+ kodwa uYehova uthethe intlekele ngawe.”+

  • Yeremiya 20:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Wena ke, Pashure, nabo bonke abemi bendlu yakho, niya kuya ekuthinjweni;+ uye eBhabhiloni apho uya kufela khona nalapho uya kungcwatyelwa khona wena nabo bonke abakuthandayo,+ ngenxa yokuba ubaprofetele ubuxoki.’”+

  • Yeremiya 29:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ngokuphathelele uAhabhi unyana kaKolaya noZedekiya unyana kaMahaseya, abaniprofetela ubuxoki egameni lam,+ ukuthi, ‘Yabonani, ndibanikela esandleni sikaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni, kwaye umele abaxabele phambi kwamehlo enu.+

  • Hezekile 13:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yeha ke abaprofeti abaziziyatha,+ abahamba belandela umoya wabo,+ xa kungekho nto bayibonileyo!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share