IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 5:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuba iindlela zomntu ziphambi kwamehlo kaYehova,+ yaye uyayondela yonke imikhondo yakhe.+

  • Yeremiya 16:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuba amehlo am akuzo zonke iindlela zabo. Bebengasithelanga phambi kwam, nesiphoso sabo besingafihlekanga phambi kwamehlo am.+

  • Yeremiya 23:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 “Okanye ingafihlwa na nayiphi indoda kwiindawo ezifihlakeleyo ndize mna ndingayiboni?”+ utsho uYehova.

      “Andizalise amazulu nomhlaba na okunene mna?”+ utsho uYehova.

  • Malaki 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Ndiza kusondela kuni ukuba ndigwebe,+ yaye ndiza kuba lingqina elikhawulezayo+ nxamnye nabakhafuli,+ nabakrexezi,+ nabo bafunga ubuxoki,+ nabo baqhatha umqeshwa emvuzweni,+ nomhlolokazi+ nenkwenkwe engenayise,+ nabo bamgxothayo umphambukeli,+ ngoxa bengandoyiki mna,”+ utsho uYehova wemikhosi.

  • Hebhere 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share