Yoweli 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngokuqinisekileyo uYehova uya kuvakalisa ilizwi lakhe+ phambi komkhosi wakhe wamajoni,+ kuba inkampu yakhe inkulu kakhulu.+ Kuba lowo uphumeza ilizwi lakhe unamandla; kuba imini kaYehova inkulu+ yaye iyoyikeka kakhulu, ngubani na onokumelana nayo?”+ Amosi 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “‘Yeha abo banqwenela imini kaYehova!+ Iya kuthetha ntoni na, ke, imini kaYehova kuni?+ Iya kuba bubumnyama, kungabikho kukhanya,+ Zefaniya 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Imini enkulu+ kaYehova ikufuphi.+ Ikufuphi, yaye ikhawuleza kakhulu.+ Isandi semini kaYehova sikrakra.+ Apho nendoda enamandla iyakhala.+
11 Ngokuqinisekileyo uYehova uya kuvakalisa ilizwi lakhe+ phambi komkhosi wakhe wamajoni,+ kuba inkampu yakhe inkulu kakhulu.+ Kuba lowo uphumeza ilizwi lakhe unamandla; kuba imini kaYehova inkulu+ yaye iyoyikeka kakhulu, ngubani na onokumelana nayo?”+
18 “‘Yeha abo banqwenela imini kaYehova!+ Iya kuthetha ntoni na, ke, imini kaYehova kuni?+ Iya kuba bubumnyama, kungabikho kukhanya,+
14 “Imini enkulu+ kaYehova ikufuphi.+ Ikufuphi, yaye ikhawuleza kakhulu.+ Isandi semini kaYehova sikrakra.+ Apho nendoda enamandla iyakhala.+