Yeremiya 51:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 Kuba iBhabhiloni imele ifikelwe ngumphangi,+ yaye amadoda ayo anamandla ngokuqinisekileyo aya kuthinjwa.+ Izaphetha zawo ziya kuqotywa,+ kuba uYehova nguThixo wembuyekezo.+ Nakanjani na uya kubuyekeza.+ Mika 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Isandla sakho siya kuphakama phezu kwabachasi bakho,+ nazo zonke iintshaba zakho ziya kunqunyulwa.”+
56 Kuba iBhabhiloni imele ifikelwe ngumphangi,+ yaye amadoda ayo anamandla ngokuqinisekileyo aya kuthinjwa.+ Izaphetha zawo ziya kuqotywa,+ kuba uYehova nguThixo wembuyekezo.+ Nakanjani na uya kubuyekeza.+
9 Isandla sakho siya kuphakama phezu kwabachasi bakho,+ nazo zonke iintshaba zakho ziya kunqunyulwa.”+