Duteronomi 32:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+ Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+ INdumiso 94:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 94 Owu Thixo wezenzo zempindezelo, Yehova,+Owu Thixo wezenzo zempindezelo, khawuqaqambe!+ Isaya 34:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba uYehova unomhla wempindezelo,+ unyaka wokuphindezela ngetyala elingenxa yeZiyon.+ Yeremiya 50:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Bizani abatoli nxamnye neBhabhiloni, bonke abo bagoba isaphetha.+ Misani iinkampu kuyo macala onke. Ngamana kungangabikho basindayo.+ Yibuyiseleni ngokomsebenzi wayo.+ Yenzani kuyo ngako konke ekwenzileyo.+ Kuba ikhukhumalele uYehova, Lowo Ungcwele kaSirayeli.+ 2 Tesalonika 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Oku kuzis’ engqalelweni ukuba kububulungisa kuye uThixo ukubabuyekeza ngembandezelo abo banibandezelayo,+ ISityhilelo 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba izono zayo ziye zafumba zada zafikelela ezulwini,+ noThixo uye wazikhumbula izenzo zayo zokungekho sikweni.+
35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+ Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+
29 “Bizani abatoli nxamnye neBhabhiloni, bonke abo bagoba isaphetha.+ Misani iinkampu kuyo macala onke. Ngamana kungangabikho basindayo.+ Yibuyiseleni ngokomsebenzi wayo.+ Yenzani kuyo ngako konke ekwenzileyo.+ Kuba ikhukhumalele uYehova, Lowo Ungcwele kaSirayeli.+
6 Oku kuzis’ engqalelweni ukuba kububulungisa kuye uThixo ukubabuyekeza ngembandezelo abo banibandezelayo,+
5 Kuba izono zayo ziye zafumba zada zafikelela ezulwini,+ noThixo uye wazikhumbula izenzo zayo zokungekho sikweni.+