IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 102:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Uya kusukuma, uya kuba nenceba kuyo iZiyon,+

      Kuba lixesha lokuba ube nobabalo kuyo,

      Kuba ixesha elimisiweyo lifikile.+

  • INdumiso 103:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Yena oxolela sonke isiphoso sakho,+

      Ophilisa zonke izifo zakho,+

  • Yeremiya 33:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 ‘Yabona, ndisenza sichache sibuyele empilweni;+ yaye ndiza kubaphilisa ndize ndibatyhilele uxolo oluninzi nenyaniso.+

  • Hoseya 6:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Yizani, sibuyele kuYehova,+ kuba uqwengile+ kodwa uya kusiphilisa.+ Waqhubeka exabela, kodwa uya kusibopha.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share