Isaya 60:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Omncinane uya kuba liwaka, nophantsi abe luhlanga olunamandla.+ Mna, Yehova, ndiya kukukhawulezisa oko ngexesha lako.”+ Mika 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokuqinisekileyo owayejingxela ndiya kumenza intsalela,+ nalowo washenxiselwa kude abe luhlanga olunamandla;+ yaye uYehova okunene uya kulawula njengokumkani phezu kwabo eNtabeni yeZiyon, ukususela ngoku kuse phambili nakwixesha elingenammiselo.+ Zefaniya 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yabona, ndenza okuthile nxamnye nabo bakuxhwalekisayo, ngelo xesha;+ yaye ndiza kumsindisa ojingxelayo,+ nalowo usasazekileyo ndiya kumqokelela ndawonye.+ Kwaye ndiza kubamisa njengendumiso nanjengegama kuwo onke amazwe abahlaziswa kuwo.
22 Omncinane uya kuba liwaka, nophantsi abe luhlanga olunamandla.+ Mna, Yehova, ndiya kukukhawulezisa oko ngexesha lako.”+
7 Ngokuqinisekileyo owayejingxela ndiya kumenza intsalela,+ nalowo washenxiselwa kude abe luhlanga olunamandla;+ yaye uYehova okunene uya kulawula njengokumkani phezu kwabo eNtabeni yeZiyon, ukususela ngoku kuse phambili nakwixesha elingenammiselo.+
19 Yabona, ndenza okuthile nxamnye nabo bakuxhwalekisayo, ngelo xesha;+ yaye ndiza kumsindisa ojingxelayo,+ nalowo usasazekileyo ndiya kumqokelela ndawonye.+ Kwaye ndiza kubamisa njengendumiso nanjengegama kuwo onke amazwe abahlaziswa kuwo.