Yobhi 23:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Inye ingqondo yakhe, yaye ngubani onokumxhathisa?+Nomphefumlo wakhe uyanqwena, kwaye uya kukwenza.+ Isaya 14:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ufungile uYehova wemikhosi,+ esithi: “Ngokuqinisekileyo kanye njengoko ndicinge ngako, koba njalo; kube kanye njengoko ndigqibe ngako,+ Yeremiya 4:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngenxa yoko ilizwe liya kuzila,+ namazulu phezulu ngokuqinisekileyo aya kuba mnyama.+ Oku kungenxa yokuba ndithethile, ndicingile, yaye andizisolanga, ndingayi kuguquka kuko.+
13 Inye ingqondo yakhe, yaye ngubani onokumxhathisa?+Nomphefumlo wakhe uyanqwena, kwaye uya kukwenza.+
24 Ufungile uYehova wemikhosi,+ esithi: “Ngokuqinisekileyo kanye njengoko ndicinge ngako, koba njalo; kube kanye njengoko ndigqibe ngako,+
28 Ngenxa yoko ilizwe liya kuzila,+ namazulu phezulu ngokuqinisekileyo aya kuba mnyama.+ Oku kungenxa yokuba ndithethile, ndicingile, yaye andizisolanga, ndingayi kuguquka kuko.+