Numeri 23:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+Akanyana waluntu ukuba azisole.+Etshilo nje yena akayi kwenza na,Ethethile nje akayi kuphumeza na?+ 2 Kumkani 23:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Noko ke, uYehova akazange ajike ekuvutheni komsindo wakhe, umsindo wakhe owavutha kuYuda+ ngazo zonke izinto ezicaphukisayo ezo uManase wamcaphukisa ngazo.+ Isaya 43:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Lonke ixesha eli ikwaNdim;+ yaye akukho bani uhlangulayo esandleni sam.+ Ndiya kusebenza,+ kwaye ngubani na onokukubuyisa oko?”+ Isaya 46:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Lowo uxela ukuphela kwasekuqaleni,+ kwakudala izinto ebezingekenziwa;+ Lowo uthi, ‘Icebo lam liya kuma,+ yaye yonk’ into endiyoliswa yiyo ndiya kuyenza’;+ Hezekile 24:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Mna, Yehova, ndithethile.+ Kumele kuze,+ yaye ndiza kukwenza. Andiyi kungakhathali,+ ndingayi kuba nosizi+ ndaye ndingayi kuzisola.+ Ngokuqinisekileyo baya kukugweba ngokweendlela zakho nangokwezenzo zakho,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”
19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+Akanyana waluntu ukuba azisole.+Etshilo nje yena akayi kwenza na,Ethethile nje akayi kuphumeza na?+
26 Noko ke, uYehova akazange ajike ekuvutheni komsindo wakhe, umsindo wakhe owavutha kuYuda+ ngazo zonke izinto ezicaphukisayo ezo uManase wamcaphukisa ngazo.+
13 Lonke ixesha eli ikwaNdim;+ yaye akukho bani uhlangulayo esandleni sam.+ Ndiya kusebenza,+ kwaye ngubani na onokukubuyisa oko?”+
10 Lowo uxela ukuphela kwasekuqaleni,+ kwakudala izinto ebezingekenziwa;+ Lowo uthi, ‘Icebo lam liya kuma,+ yaye yonk’ into endiyoliswa yiyo ndiya kuyenza’;+
14 Mna, Yehova, ndithethile.+ Kumele kuze,+ yaye ndiza kukwenza. Andiyi kungakhathali,+ ndingayi kuba nosizi+ ndaye ndingayi kuzisola.+ Ngokuqinisekileyo baya kukugweba ngokweendlela zakho nangokwezenzo zakho,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”