IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 49:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 Kamva uYakobi wababiza oonyana bakhe waza wathi: “Hlanganisanani ukuze ndinixelele okuza kwenzeka kuni ekupheleni kwemihla.

  • Yeremiya 23:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Umsindo kaYehova awuyi kubuya ade awuphumeze,+ ade azenze zibe yinyaniso iingcinga zentliziyo yakhe.+ Ekupheleni kwemihla niya kukunikela ingqalelo yenu oko ngokuqonda.+

  • Hezekile 38:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘“Emva kwemihla emininzi kuya kunikelwa ingqalelo kuwe. Ekupheleni kweminyaka uya kuza elizweni+ labantu ababuyisiweyo ekreleni, abaqokelelwe ndawonye bevela kwizizwana ezininzi,+ ezintabeni zakwaSirayeli, ezingqineke ziyindawo ephanzileyo rhoqo; lona kanye ilizwe elikhutshwe kwizizwana ezininzi, apho zazihlala zinqabisekile, zonke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share