Isaya 66:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngubani na ove into enjengale?+ Ngubani na obone izinto ezinjengezi?+ Kuya kuveliswa ilizwe+ ngeentlungu zokubeleka ngamini-nye na?+ Okanye kuya kuzalwa uhlanga+ ngesihlandlo esinye na?+ Kuba iZiyon ifikelwe yinimba yaza yazala oonyana bayo.
8 Ngubani na ove into enjengale?+ Ngubani na obone izinto ezinjengezi?+ Kuya kuveliswa ilizwe+ ngeentlungu zokubeleka ngamini-nye na?+ Okanye kuya kuzalwa uhlanga+ ngesihlandlo esinye na?+ Kuba iZiyon ifikelwe yinimba yaza yazala oonyana bayo.