Yeremiya 23:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngemihla yakhe uYuda uya kusindiswa,+ noSirayeli uya kuhlala ngonqabiseko.+ Yaye uya kubizwa ngokuthi, UYehova UbuBulungisa Bethu.”+ Hezekile 28:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Okunene baya kuhlala ke kuwo ngonqabiseko,+ bakhe izindlu+ baze batyale izidiliya,+ yaye baya kuhlala benqabisekile+ ekubagwebeni kwam bonke abo babajikelezileyo nababagculelayo;+ bazi ukuba ndinguYehova uThixo wabo.”’” Hezekile 34:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “‘“Ndiza kwenza umnqophiso woxolo kunye nazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuwaphelisa elizweni amarhamncwa enzakalisayo,+ ziya kuthi ke okunene zihlale ngonqabiseko entlango zize zilale emahlathini.+
6 Ngemihla yakhe uYuda uya kusindiswa,+ noSirayeli uya kuhlala ngonqabiseko.+ Yaye uya kubizwa ngokuthi, UYehova UbuBulungisa Bethu.”+
26 Okunene baya kuhlala ke kuwo ngonqabiseko,+ bakhe izindlu+ baze batyale izidiliya,+ yaye baya kuhlala benqabisekile+ ekubagwebeni kwam bonke abo babajikelezileyo nababagculelayo;+ bazi ukuba ndinguYehova uThixo wabo.”’”
25 “‘“Ndiza kwenza umnqophiso woxolo kunye nazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuwaphelisa elizweni amarhamncwa enzakalisayo,+ ziya kuthi ke okunene zihlale ngonqabiseko entlango zize zilale emahlathini.+