Duteronomi 32:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Chulumancani, zintlanga, kunye nabantu bakhe,+Ngokuba uya kuliphindezelela igazi labakhonzi bakhe,+Abuyisele impindezelo kwiintshaba zakhe+Awucamagushele umhlaba wakhe nabantu bakhe.” INdumiso 96:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Vakalisani uzuko lwakhe phakathi kweentlanga,+Phakathi kwezizwana zonke imisebenzi yakhe emangalisayo.+ Isaya 44:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “Memelelani ngovuyo, nina mazulu,+ kuba uYehova uthabathe inyathelo!+ Dumani ngoloyiso,+ nina mimandla iyeyona isemazantsi omhlaba!+ Chwayitani, nina zintaba nimemelela ngovuyo,+ wena hlathi nani nonke nina mithi ekulo! Kuba uYehova umhlawulele uYakobi, nakuSirayeli ubonakalisa ubuhle bakhe.”+ Roma 15:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwakhona uthi: “Chulumancani, zintlanga, kunye nabantu bakhe.”+
43 Chulumancani, zintlanga, kunye nabantu bakhe,+Ngokuba uya kuliphindezelela igazi labakhonzi bakhe,+Abuyisele impindezelo kwiintshaba zakhe+Awucamagushele umhlaba wakhe nabantu bakhe.”
3 Vakalisani uzuko lwakhe phakathi kweentlanga,+Phakathi kwezizwana zonke imisebenzi yakhe emangalisayo.+
23 “Memelelani ngovuyo, nina mazulu,+ kuba uYehova uthabathe inyathelo!+ Dumani ngoloyiso,+ nina mimandla iyeyona isemazantsi omhlaba!+ Chwayitani, nina zintaba nimemelela ngovuyo,+ wena hlathi nani nonke nina mithi ekulo! Kuba uYehova umhlawulele uYakobi, nakuSirayeli ubonakalisa ubuhle bakhe.”+