12 Ngokwenyameko yalowo wondla umhlambi wakhe+ ngemini yokuba ephakathi kwezimvu zakhe ebezisasazeke ngokubanzi,+ leyo yindlela endiya kuzinyamekela ngayo izimvu zam; yaye ndiya kuzihlangula kuzo zonke iindawo ebezichithachitheke zaya kuyo ngemini yamafu nesithokothoko.+