16 Ndiya kuhambisa iimfama endleleni ezingayazanga;+ ndizinyathelise endleleni ezingayazanga.+ Ndiya kuyijika indawo emnyama phambi kwazo ibe kukukhanya,+ nendawo emagqagala ibe ngumhlaba othe tyaba.+ Ezi zizinto endiya kuzenzela zona, yaye andiyi kuzishiya.”+