Isaya 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Aziyi kwenzakalisa+ okanye zonakalise entabeni yam yonke engcwele;+ ngenxa yokuba umhlaba ngokuqinisekileyo uya kuzaliswa kukwazi uYehova njengamanzi egubungele ulwandle.+ Yeremiya 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndiza kubanika nentliziyo yokundazi,+ ukuba ndinguYehova; yaye baya kuba ngabantu bam,+ nam ndibe nguThixo wabo, kuba baya kubuyela kum ngentliziyo yabo yonke.+ Habhakuki 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba umhlaba uya kuzaliswa kukwazi uzuko lukaYehova njengamanzi egubungele ulwandle.+ Hebhere 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘Kwaye akasayi kuze ngamnye kubo afundise ummi olidlelane lakhe yaye ngamnye afundise umntakwabo, esithi: “Mazi uYehova!”+ Kuba bonke baya kundazi,+ ukususela koyena mncinane kuse koyena mkhulu kubo.
9 Aziyi kwenzakalisa+ okanye zonakalise entabeni yam yonke engcwele;+ ngenxa yokuba umhlaba ngokuqinisekileyo uya kuzaliswa kukwazi uYehova njengamanzi egubungele ulwandle.+
7 Ndiza kubanika nentliziyo yokundazi,+ ukuba ndinguYehova; yaye baya kuba ngabantu bam,+ nam ndibe nguThixo wabo, kuba baya kubuyela kum ngentliziyo yabo yonke.+
11 “‘Kwaye akasayi kuze ngamnye kubo afundise ummi olidlelane lakhe yaye ngamnye afundise umntakwabo, esithi: “Mazi uYehova!”+ Kuba bonke baya kundazi,+ ukususela koyena mncinane kuse koyena mkhulu kubo.