Isaya 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuqinisekileyo uya kugweba phakathi kweentlanga+ aze alungelelanise imicimbi+ phakathi kwezizwana ezininzi.+ Ziwakhande amakrele azo abe ngamakhuba nemikhonto yazo ibe zizikere zokuthena imithi.+ Uhlanga aluyi kuphakamisela uhlanga ikrele, zingayi kuphinda zifunde nemfazwe kwakhona.+ Isaya 35:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Akuyi kubakho ngonyama apho, nohlobo olunogonyamelo lwamarhamncwa aluyi kuza kuwo.+ Akuyi kufunyanwa nalinye apho;+ yaye abahlawulelweyo bamele bahambe apho.+ Isaya 60:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Akuyi kuba saviwa lugonyamelo elizweni lakho, ukuphangwa nokuwa phakathi kwemida yakho.+ Kwaye ngokuqinisekileyo uya kubiza iindonga zakho ngokuthi uSindiso+ namasango akho uthi iNdumiso. Mika 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye okunene baya kuhlala, ngamnye phantsi komdiliya wakhe naphantsi komkhiwane wakhe,+ yaye akuyi kubakho bani ubangcangcazelisayo;+ kuba wona kanye umlomo kaYehova wemikhosi ukuthethile oko.+ Efese 4:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kodwa mawahlaziyeke amandla engqondo yenu,+
4 Ngokuqinisekileyo uya kugweba phakathi kweentlanga+ aze alungelelanise imicimbi+ phakathi kwezizwana ezininzi.+ Ziwakhande amakrele azo abe ngamakhuba nemikhonto yazo ibe zizikere zokuthena imithi.+ Uhlanga aluyi kuphakamisela uhlanga ikrele, zingayi kuphinda zifunde nemfazwe kwakhona.+
9 Akuyi kubakho ngonyama apho, nohlobo olunogonyamelo lwamarhamncwa aluyi kuza kuwo.+ Akuyi kufunyanwa nalinye apho;+ yaye abahlawulelweyo bamele bahambe apho.+
18 “Akuyi kuba saviwa lugonyamelo elizweni lakho, ukuphangwa nokuwa phakathi kwemida yakho.+ Kwaye ngokuqinisekileyo uya kubiza iindonga zakho ngokuthi uSindiso+ namasango akho uthi iNdumiso.
4 Kwaye okunene baya kuhlala, ngamnye phantsi komdiliya wakhe naphantsi komkhiwane wakhe,+ yaye akuyi kubakho bani ubangcangcazelisayo;+ kuba wona kanye umlomo kaYehova wemikhosi ukuthethile oko.+