Yeremiya 51:59 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 59 Lilo eli ilizwi awathi uYeremiya umprofeti wamyalela lona uSeraya unyana kaNeriya+ unyana kaMahaseya+ ekuhambeni kwakhe noZedekiya ukumkani wakwaYuda ukuya eBhabhiloni ngonyaka wesine wokuba ngukumkani kwakhe; yaye uSeraya wayeligosa lendlu.
59 Lilo eli ilizwi awathi uYeremiya umprofeti wamyalela lona uSeraya unyana kaNeriya+ unyana kaMahaseya+ ekuhambeni kwakhe noZedekiya ukumkani wakwaYuda ukuya eBhabhiloni ngonyaka wesine wokuba ngukumkani kwakhe; yaye uSeraya wayeligosa lendlu.