Yeremiya 36:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UYeremiya wabiza uBharuki+ unyana kaNeriya ukuba uBharuki abhale ngomlomo kaYeremiya onke amazwi kaYehova lawo Yena wayewathethile kuye, emqulwini wencwadi.+ Yeremiya 45:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Lilo eli ilizwi awalithethayo uYeremiya umprofeti kuBharuki+ unyana kaNeriya xa wawabhalayo encwadini la mazwi ephuma emlonyeni kaYeremiya+ ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, esithi:
4 UYeremiya wabiza uBharuki+ unyana kaNeriya ukuba uBharuki abhale ngomlomo kaYeremiya onke amazwi kaYehova lawo Yena wayewathethile kuye, emqulwini wencwadi.+
45 Lilo eli ilizwi awalithethayo uYeremiya umprofeti kuBharuki+ unyana kaNeriya xa wawabhalayo encwadini la mazwi ephuma emlonyeni kaYeremiya+ ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, esithi: