Nehemiya 3:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 [Emva kwakhe] uPalali unyana kaUzayi [wenza umsebenzi wokulungisa] ngaphambi koDonga Olungaphandle nenqaba ephuma ngeNdlu kaKumkani,+ leyo iphezulu yeNtendelezo Yabalindi.+ Emva kwakhe kwakukho uPedaya unyana kaParoshe.+ Yeremiya 33:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kwafika ilizwi likaYehova kuYeremiya isihlandlo sesibini, ngoxa wayesavalelwe kwiNtendelezo Yabalindi,+ lisithi:
25 [Emva kwakhe] uPalali unyana kaUzayi [wenza umsebenzi wokulungisa] ngaphambi koDonga Olungaphandle nenqaba ephuma ngeNdlu kaKumkani,+ leyo iphezulu yeNtendelezo Yabalindi.+ Emva kwakhe kwakukho uPedaya unyana kaParoshe.+
33 Kwafika ilizwi likaYehova kuYeremiya isihlandlo sesibini, ngoxa wayesavalelwe kwiNtendelezo Yabalindi,+ lisithi: