Yeremiya 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndiza kubanika nentliziyo yokundazi,+ ukuba ndinguYehova; yaye baya kuba ngabantu bam,+ nam ndibe nguThixo wabo, kuba baya kubuyela kum ngentliziyo yabo yonke.+ Yeremiya 31:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Kuba nguwo lo umnqophiso+ endiya kuwenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla,”+ utsho uYehova. “Ndiza kuwufaka umthetho wam ngaphakathi kubo,+ ndize ndiwubhale entliziyweni yabo.+ Kwaye ndiza kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+ Mika 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba zonke izizwana ziya kuhamba ngasinye egameni lothixo waso;+ kodwa thina siya kuhamba egameni likaYehova uThixo wethu+ ukusa kwixesha elingenammiselo, ewe ngonaphakade.+
7 Ndiza kubanika nentliziyo yokundazi,+ ukuba ndinguYehova; yaye baya kuba ngabantu bam,+ nam ndibe nguThixo wabo, kuba baya kubuyela kum ngentliziyo yabo yonke.+
33 “Kuba nguwo lo umnqophiso+ endiya kuwenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla,”+ utsho uYehova. “Ndiza kuwufaka umthetho wam ngaphakathi kubo,+ ndize ndiwubhale entliziyweni yabo.+ Kwaye ndiza kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+
5 Kuba zonke izizwana ziya kuhamba ngasinye egameni lothixo waso;+ kodwa thina siya kuhamba egameni likaYehova uThixo wethu+ ukusa kwixesha elingenammiselo, ewe ngonaphakade.+