Isaya 63:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba wena unguBawo;+ nangona esenokuba uAbraham akasazanga noSirayeli akasiqondanga, wena, Yehova, unguBawo. Igama lakho unguMhlawuleli wethu wakudala.+ Isaya 64:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoku ke, Yehova, wena unguBawo.+ Siludongwe,+ yaye wena unguMbumbi wethu;+ thina sonke singumsebenzi wesandla sakho.+ Mateyu 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko, ze ningafani nabo, kuba uThixo uYihlo uyakwazi enikusweleyo+ ningekamceli. 1 Petros 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngapha koko, ukuba nibiza kuBawo ogweba ngokungakhethi buso+ ngokomsebenzi wakhe ngamnye, ziphatheni ngoloyiko+ ebudeni bexesha lokuhlala kwenu njengabaphambukeli.+
16 Kuba wena unguBawo;+ nangona esenokuba uAbraham akasazanga noSirayeli akasiqondanga, wena, Yehova, unguBawo. Igama lakho unguMhlawuleli wethu wakudala.+
8 Ngoku ke, Yehova, wena unguBawo.+ Siludongwe,+ yaye wena unguMbumbi wethu;+ thina sonke singumsebenzi wesandla sakho.+
17 Ngapha koko, ukuba nibiza kuBawo ogweba ngokungakhethi buso+ ngokomsebenzi wakhe ngamnye, ziphatheni ngoloyiko+ ebudeni bexesha lokuhlala kwenu njengabaphambukeli.+