IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngokuba luluphi na uhlanga olukhulu+ oluthixo balo basondeleyo kulo njengoYehova uThixo wethu ekumbizeni kwethu konke?+

  • INdumiso 50:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Nindibize ngemini yokubandezeleka.+

      Ndiya kunihlangula, yaye niya kundizukisa.”+

  • INdumiso 91:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Uya kubiza kum, yaye ndiya kumphendula.+

      Ndiya kuba naye ekubandezelekeni.+

      Ndiya kumhlangula ndize ndimzukise.+

  • Isaya 55:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Funani uYehova ngoxa esenokufunyanwa.+ Mbizeni ngoxa esekufuphi.+

  • Yeremiya 29:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kwaye ngokuqinisekileyo niya kundibiza nize nifike ukuze nithandaze kum, yaye ndiya kuniphulaphula.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share