IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 17:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Xa kuthe kwafunyanwa phakathi kwenu, kwesinye sezixeko akunika zona uYehova uThixo wakho, indoda okanye ibhinqa elenze okubi emehlweni kaYehova uThixo wakho, lawugqitha umnqophiso wakhe,+

  • Yoshuwa 7:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 USirayeli wonile, yaye bawugqithile umnqophiso wam+ endawubeka njengomyalelo kubo; yaye bathabathe enye yezinto ezinikelwe kwintshabalalo+ yaye bebile+ baza bakugcina kuyimfihlelo+ oko yaye bayifake phakathi kweempahla zabo.+

  • Hezekile 17:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “‘“Ndiphila nje,”+ itsho iNkosi enguMongami uYehova, “endaweni yokumkani owabeka njengokumkani lowo wasidelelayo isifungo sakhe+ nowaphula umnqophiso wakhe, uya kufela ngakuye phakathi eBhabhiloni.+

  • Hoseya 6:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kodwa bona ngokwabo, njengomntu wasemhlabeni, bawugqithile umnqophiso.+ Kukho apho baqhubene ngobuqhophololo nam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share