Isaya 48:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Ngaphezu koko, akuvanga,+ akwazanga, nendlebe yakho ayivulekanga ukususela ngelo xesha. Kuba ndazi kakuhle ukuba ubusenza ngobuqhophololo,+ yaye ububizwa ngokuba ‘ungonxaxhayo ukususela kwasesiswini.’+
8 “Ngaphezu koko, akuvanga,+ akwazanga, nendlebe yakho ayivulekanga ukususela ngelo xesha. Kuba ndazi kakuhle ukuba ubusenza ngobuqhophololo,+ yaye ububizwa ngokuba ‘ungonxaxhayo ukususela kwasesiswini.’+