IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo.

  • Duteronomi 29:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Waza ke uYehova wabanyothula emhlabeni wabo ngomsindo nangobushushu nangokucaphuka+ okukhulu, wabaphosa zweni limbi njengoko beselapho unanamhla.’+

  • Yeremiya 9:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kwaye iYerusalem ndiya kuyenza imfumba yamatye,+ isikhundla soodyakalashe;+ nezixeko zakwaYuda ndiya kuzenza inkangala ephanzileyo, zingabi nabemi.+

  • Yeremiya 44:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Niyibonile yonke intlekele endiyizisele iYerusalem+ nezixeko zonke zakwaYuda, yaye niyabona, ziyindawo ephanzileyo ngale mini, akukho mmi kuzo.+

  • Mika 7:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ilizwe limele libe yinkangala ephanzileyo ngenxa yabemi balo, ngenxa yesiqhamo sezenzo zabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share