1 Kronike 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Abagcini-masango+ yayinguShalum+ noAkubhi noTalemoni noAhiman nabantakwabo uShalum intloko, Ezra 2:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Oonyana babagcini-masango, oonyana bakaShalum,+ oonyana baka-Atere,+ oonyana bakaTalemoni,+ oonyana baka-Akubhi,+ oonyana bakaHatita,+ oonyana bakaShobhayi, bebonke, babelikhulu elinamashumi mathathu anesithoba. Nehemiya 7:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Abagcini-masango,+ oonyana bakaShalum,+ oonyana baka-Atere, oonyana bakaTalemoni,+ oonyana baka-Akubhi,+ oonyana bakaHatita, oonyana bakaShobhayi,+ babelikhulu elinamashumi mathathu anesibhozo.
42 Oonyana babagcini-masango, oonyana bakaShalum,+ oonyana baka-Atere,+ oonyana bakaTalemoni,+ oonyana baka-Akubhi,+ oonyana bakaHatita,+ oonyana bakaShobhayi, bebonke, babelikhulu elinamashumi mathathu anesithoba.
45 Abagcini-masango,+ oonyana bakaShalum,+ oonyana baka-Atere, oonyana bakaTalemoni,+ oonyana baka-Akubhi,+ oonyana bakaHatita, oonyana bakaShobhayi,+ babelikhulu elinamashumi mathathu anesibhozo.