-
2 Kumkani 10:15INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
15 Ngoxa wayehamba esuka apho waqubisana noYehonadabhi+ unyana kaRekabhi+ esiza kumhlangabeza. Ngako oko akumsikelela+ wathi kuye: “Ithe tye na intliziyo yakho, kanye njengokuba injalo intliziyo yam kwintliziyo yakho?”+
UYehonadabhi wathi: “Injalo.”
“Ukuba injalo ndinike isandla sakho.”
Ngoko wamnika isandla sakhe. Waza wamkhwelisa enqwelweni naye.+
-