Duteronomi 31:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wathi akugqiba uMoses ukuwabhala amazwi alo mthetho encwadini,+ Yeremiya 45:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Lilo eli ilizwi awalithethayo uYeremiya umprofeti kuBharuki+ unyana kaNeriya xa wawabhalayo encwadini la mazwi ephuma emlonyeni kaYeremiya+ ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, esithi: Hezekile 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndaza ndabona, khangela! naso isandla solulelwe kum,+ yaye, khangela! kuso kwakukho umqulu wencwadi.+
45 Lilo eli ilizwi awalithethayo uYeremiya umprofeti kuBharuki+ unyana kaNeriya xa wawabhalayo encwadini la mazwi ephuma emlonyeni kaYeremiya+ ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, esithi:
9 Ndaza ndabona, khangela! naso isandla solulelwe kum,+ yaye, khangela! kuso kwakukho umqulu wencwadi.+