Yeremiya 25:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Lilo eli ilizwi elafikayo kuYeremiya ngokuphathelele bonke abantu bakwaYuda ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, oko kukuthi, unyaka wokuqala kaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni; Yeremiya 36:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ke kaloku kwathi ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwafika eli lizwi kuYeremiya livela kuYehova, lisithi:
25 Lilo eli ilizwi elafikayo kuYeremiya ngokuphathelele bonke abantu bakwaYuda ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, oko kukuthi, unyaka wokuqala kaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni;
36 Ke kaloku kwathi ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwafika eli lizwi kuYeremiya livela kuYehova, lisithi: