12 ndaza ke uxwebhu lwentengo ndalunika uBharuki+ unyana kaNeriya+ unyana kaMahaseya phambi kwamehlo kaHanameli unyana kabawokazi naphambi kwamehlo amangqina, lawo abhalileyo kuxwebhu lwentengo,+ phambi kwamehlo amaYuda onke awayehleli kwiNtendelezo Yabalindi.+