23 Utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “Basaya kulithetha eli lizwi elizweni lakwaYuda nakwizixeko zakhe, xa ndiya kuhlanganisa abathinjwa bazo, ukuthi, ‘Ngamana uYehova angakusikelela,+ ndawo yokuhlala yobulungisa,+ ntaba engcwele.’+