Yoshuwa 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Oonyana bakaSirayeli baqhubeka bemise inkampu eGiligali, benza ipasika ngosuku lweshumi elinesine lwenyanga,+ ngokuhlwa, kumathafa ayinkqantosi aseYeriko. Yeremiya 52:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Umkhosi wamajoni wamaKhaledi wamsukela ukumkani,+ waza wamfumana uZedekiya+ emathafeni ayinkqantosi aseYeriko; kwaye wonke umkhosi wakhe wamajoni wachithachithwa.+
10 Oonyana bakaSirayeli baqhubeka bemise inkampu eGiligali, benza ipasika ngosuku lweshumi elinesine lwenyanga,+ ngokuhlwa, kumathafa ayinkqantosi aseYeriko.
8 Umkhosi wamajoni wamaKhaledi wamsukela ukumkani,+ waza wamfumana uZedekiya+ emathafeni ayinkqantosi aseYeriko; kwaye wonke umkhosi wakhe wamajoni wachithachithwa.+