Yoshuwa 13:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nelizwe lamaGebhali+ nayo yonke iLebhanon ukuya ngasempumalanga, ukususela eBhahali-gadi+ phantsi kweNtaba yeHermon ukuya kufikelela ekungeneni eHamati;+ ABagwebi 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Iinkosi ezintlanu ezimanyeneyo+ zamaFilisti,+ nawo onke amaKanan,+ kwanamaSidon+ namaHivi+ awayehlala kwiNtaba yeLebhanon+ ukusuka kwiNtaba yeBhahali-hermon+ ukuya kufikelela ekungeneni eHamati.+ 2 Kumkani 17:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ukumkani waseAsiriya wezisa abantu abavela eBhabhiloni+ naseKuta naseAva+ naseHamati+ naseSefarvayim+ waza wabahlalisa kwizixeko zaseSamariya+ esikhundleni soonyana bakaSirayeli; yaye balihlutha elaseSamariya baza bahlala kwizixeko zalo.
5 nelizwe lamaGebhali+ nayo yonke iLebhanon ukuya ngasempumalanga, ukususela eBhahali-gadi+ phantsi kweNtaba yeHermon ukuya kufikelela ekungeneni eHamati;+
3 Iinkosi ezintlanu ezimanyeneyo+ zamaFilisti,+ nawo onke amaKanan,+ kwanamaSidon+ namaHivi+ awayehlala kwiNtaba yeLebhanon+ ukusuka kwiNtaba yeBhahali-hermon+ ukuya kufikelela ekungeneni eHamati.+
24 Ukumkani waseAsiriya wezisa abantu abavela eBhabhiloni+ naseKuta naseAva+ naseHamati+ naseSefarvayim+ waza wabahlalisa kwizixeko zaseSamariya+ esikhundleni soonyana bakaSirayeli; yaye balihlutha elaseSamariya baza bahlala kwizixeko zalo.