Yeremiya 52:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula ke wambamba ukumkani waza wamnyusa wamsa kukumkani waseBhabhiloni+ eRibhela+ kwilizwe laseHamati,+ ukuze avakalise kuye isigwebo.+
9 Wandula ke wambamba ukumkani waza wamnyusa wamsa kukumkani waseBhabhiloni+ eRibhela+ kwilizwe laseHamati,+ ukuze avakalise kuye isigwebo.+