2 Kumkani 25:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukumkani waseBhabhiloni wabaxabela+ wababulala eRibhela kwilizwe laseHamati.+ Ngaloo ndlela uYuda wemka kumhlaba wakhe waya ekuthinjweni.+
21 Ukumkani waseBhabhiloni wabaxabela+ wababulala eRibhela kwilizwe laseHamati.+ Ngaloo ndlela uYuda wemka kumhlaba wakhe waya ekuthinjweni.+