2 Kumkani 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe. Yeremiya 39:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Umkhosi wamajoni amaKhaledi wabasukela,+ waza wamfumana uZedekiya emathafeni ayinkqantosi aseYeriko.+ Wandula ke wamthabatha wamzisa kuNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni eRibhela+ kwilizwe laseHamati+ ukuze avakalise izigwebo zakhe.+
6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe.
5 Umkhosi wamajoni amaKhaledi wabasukela,+ waza wamfumana uZedekiya emathafeni ayinkqantosi aseYeriko.+ Wandula ke wamthabatha wamzisa kuNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni eRibhela+ kwilizwe laseHamati+ ukuze avakalise izigwebo zakhe.+