2 Kumkani 25:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye umkhosi wamajoni wamaKhaledi+ wamsukela ukumkani, waza wamfumana+ kumathafa ayinkqantosi aseYeriko;+ kwaye wonke umkhosi wakhe wamajoni wachithwachithwa.
5 Yaye umkhosi wamajoni wamaKhaledi+ wamsukela ukumkani, waza wamfumana+ kumathafa ayinkqantosi aseYeriko;+ kwaye wonke umkhosi wakhe wamajoni wachithwachithwa.