ABagwebi 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngenxa yoko baphuma+ bonke oonyana bakaSirayeli yaye indibano yahlanganisana njengamntu mnye,+ ukususela kwaDan+ kuse eBher-shebha+ kunye nelizwe laseGiliyadi,+ kuYehova eMizpa.+ 1 Kumkani 15:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UKumkani uAsa wabiza wonke uYuda+—kwakungekho namnye ukhululekileyo—yaye wathwala amatye namaplanga aseRama, awayesakha ngawo uBhahasha; waza uKumkani uAsa wakha ngawo iGebha+ yakwaBhenjamin, neMizpa.+
20 Ngenxa yoko baphuma+ bonke oonyana bakaSirayeli yaye indibano yahlanganisana njengamntu mnye,+ ukususela kwaDan+ kuse eBher-shebha+ kunye nelizwe laseGiliyadi,+ kuYehova eMizpa.+
22 UKumkani uAsa wabiza wonke uYuda+—kwakungekho namnye ukhululekileyo—yaye wathwala amatye namaplanga aseRama, awayesakha ngawo uBhahasha; waza uKumkani uAsa wakha ngawo iGebha+ yakwaBhenjamin, neMizpa.+