15 “Nokuba kungenzeka ukuba avelise iziqhamo+ njengezityalo zengcongolo, uya kufikelwa ngumoya wasempuma, umoya kaYehova.+ Unyuka usuka entlango, yaye uya kulomisa iqula lakhe uze uwutshise umthombo wakhe.+ Uya kubuphanga bonke ubuncwane beempahla ezinqwenelekayo.+